Iza Ngomso
Christopher Tin
Continues after the ad
imvula izawubuya ezulwini
umphungu uphinde ube imvula namafu
ndizawuqabela
apho amatapha nentsimi eluhlaza
izikhephe ezizotyiweyo zibhabha emoyeni
njengentaka ndiyabhabha
ndibamba umoya
njengentaka ndiyabhabha
ndibambelele ngamaphiko
iza ngomso
kuzawubalela
makube ngomso
Continues after the ad
iyeza imini
ndibhabha, ndidada emhlabeni wonke
ndibamba umoya
phezukwe santizasendle
phezukwamalwandle namachibi
njengentaka ndiyabhabha
njengentaka ndiyacula
lizaw'balela
makube ngomso