Gcina Impilo Yam

DJ Cleo

    Continúa después del anuncio

    Oh, Somandla uzuyigcin'impilo yami
    Oh, Somandla uzuyigcin'impilo yami
    (Hallelujah)
    (Wadlala Cleo)
    Oh, Somandla uzuyigcin'impilo yami (Uzugcin'impilo yam)
    Uphinde ukhusel'umoya wami
    Ukhusele umoya wami (Ukhusel'umoya wami)

    Somandla Uzugcin'impilo yami (Uzugcin'impilo yam')
    Uphinde ukhusel' umoya wam' (Ukhusel' umoya wam')

    Continúa después del anuncio

    AI, ng'cela nime ngenyawo manje
    Kuyonakala ke manje
    Shay'isbambatho sakho
    Sondela ungasabi
    Kuyonakala ke manje
    Kuyonakala ke manje
    Sondela ungasabi
    (Hallelujah)

    Oh, Somandla uzuyigcin'impilo yami (Uzugcin'impilo yam')
    Uphinde Ukhusel'umoya wami (ukhusel'umoya wam)
    Ngoba mna ndohamba
    Ndijonge kuwe, ngamaxesha onke (Ngizohamba ndijonge kuwe
    Oh, ngamaxesha (Ngamaxesha onke)
    Ngoba mna ndohamba, ndijonge kuwe (Ngizohamba ndijonge kuwe
    Ngamaxesha onke, Ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke

    Información de la canción

    Composición: Dj Cleo y Bucy Rabede

    ¿Los datos están equivocados?

    Enviar revisión