Continúa después del anuncio

    Bawo khusela abantwana bakho
    Bawo khusela abantwana bakho

    Bawo khusela (khusel' ingane zakho) abantwana bakho
    (Sizibika kuwe mdali) bawo khusela abantwana bakho
    (Sikelel' imini zami) bawo khusela abantwana bakho
    (Ngoba yini andinayo) bawo khusela (bendingangena kuyo)
    (Yiba nenceba) abantwana bakho
    (Theba kimi andinalo) bawo khusela (bendi ngabamba lona)
    (Nqaba yimbi andinayo) abantwana bakho (wuwe ithemba lami)

    Hlamba nansi inhliziyo
    Ndizibika kuwe
    Ndizibika kuwe
    Kuwe mdali
    Sikelel' imini zami
    Sikelel' imini zami
    Nqaba kimi andinayo
    Bendingangena kuyo, yibanenceba
    Yiba nenceba kuthi, sikelel' imini zami
    Theba kimi andinalo, bendi ngabamba lona

    Continúa después del anuncio

    Hlamba nansi inhliziyo, uyenze ngcwele yona
    Nqaba kimi andinayo
    Bendingangena kuyo
    Ndizibika kuwe mdali
    Sikelel' imini zami
    Yiba nenceba
    Abantwana, abantwana bakho
    Themba kimi andinalo

    Hlamba nansi inhliziyo
    (Hlamba nansi inhiziyo) bawo khusela (ilungise)
    (Icokise uyenze msulwa) abantwana bakho (uyenze msulwa yona)

    Abantwana abantwana bakho bakhalela wena
    Yiba nenceba kuthi yiba nenceba
    Singabantwana bakho yiba nenceba

    Información de la canción

    Composición:

    ¿Los datos están equivocados?

    Enviar revisión